Indlela yeNyaniso | Ibandla likaThixo, uThixo uMama, uMama osemazulwini

Details
Title | Indlela yeNyaniso | Ibandla likaThixo, uThixo uMama, uMama osemazulwini |
Author | World Mission Society Church of God / Global |
Duration | 39:04 |
File Format | MP3 / MP4 |
Original URL | https://youtube.com/watch?v=QhdPbp_JG5s |
Description
Isiseko senkolo yobuKristu yinkolo
kuThixo ozé esenyameni.
Yiyo loo nto iBhayibhile isithi ukukhanyela
uYesu ozé esenyameni sisenzo somchasi-Kristu.
- UMkhethe othi uThixo akanokwazi ukuza engumntu
Ngenxa yeemfundiso nemikhethe engachanekanga
yenkolo yamaYuda, amaYuda abethelela uYesu
owéza esenyameni, aze atshutshisa iBandla likaThixo lamandulo,
ebabiza ihlelo laseNazerete kwiminyaka enga-2,00 eyadlulayo,
kodwa ngoku kucace gca ukuba eyiphi inyaniso.
-UMkhethe othi kukho uThixo omnye kuphela, uBawo
Ukususela kwindalo, oko uThixo ekho njengo “Nathi”
—UThixo uYise noThixo uMama.
Oku kubonakala lula ngendalo kaThixo.
(Genesis1:26-27; Isityhilelo 22:17; KumaGalati 4:6)
UMbhali wemidlalo yeqonga wase-“Ireland” u-“George Bernard Shaw”
wánika isifundo abagxeki ababenomkhethe.
Ngoko, abo beza kuThixo uMama ngaphandle kokuthandabuza
ngenxa yemikhethe neembono ezibethelelweyo zabantu,
ngabantu abangafumana Amaanzi oBomi.
[Amalungelo alomboniso-bhanyabhanya ngawombutho Womsebenzi Welizwe Ibandla likaThixo. Ayivumelekanga iimigaqo enxamnye nosazazo.]
〖World Mission Society Church of God〗https://watv.org
〖WATV Media Cast〗 https://watvmedia.org/xh
〖Southafrica〗 http://southafricawmscog.org